Zahara, umculi odumileyo waseMzantsi Afrika. Ezasekuhlaleni Hamba ntombazana, uyo phumla. December 22, 2023 ZAHARA – Ubuthunyiwe, wasebenza Uthwaxiwe, wanyamezela Ubiziwe, wasabela Ngoku uphumle Hamba ke ntombazana, hamba; Wavalwa umkhusane lwavalwa ucango Aphela amathemba Kwashiyeka isithukuthezi; Hamba ntombazana uyophumla.