Iindaba

IINTSUKU ZOKWAMKELA IMALI YESIBONELELO APRIL 2024

SASSA- Abantu abadala: 03 April, ngoLwesithathu- R2 180(abaneminyaka engapha ko 60), R2 200(abaneminyaka engaphako 75)

Abantu abaphila nenkubazeko: 04 April, ngoLwesine- R2 180

Abantwana kunye nenye imali yesibonelelo: 04 April ngoLwesihlanu

Abaphila nenkubazeko: R2 180

Forster care: R1 180

Child support: R530

I-Arhente yakwaSASSA icebisa uluntu olukhongozela lemali ukuba akukho sidingo sokukhupha imali ungekayidingi. Le Arhente igxininisa ukuba imali xa isebhankini kwi akhawunti yakho ayinokuphinda ilahleke, ungayikhupha ngeemini zikaxakeka.

Ikhutshwe yi-Arhente yemali yesibonelelo i-South African Social Security Agency (SASSA)

Batsalele umnxeba: 0800 60 10 11