Skip to content
Friday, June 13, 2025
Lindaba Zamva:
  • ILIWA LIBHEKE UMOYA KWABATYHOLWA NGOBUQHETSEBA
  • BUFFALO CITY METRO EMBROILED IN SECURITY SCANDAL
  • BAZAKUNQANDWA ZIINKWENKWEZI ABA
  • UCACISWA MAHASHE UQHAKAZISA IGAMA LAKHE KWEZOLIMO
  • INTWAZANA YASE NGQELENI IZENZELA IGAMA KWICANDELO LOKUFOTA
ECape Daily News

  • Iindaba
  • Ezemfundo
  • Ezolonwabo
  • Ezasekuhlaleni
  • Ulwaphulo-mthetho
Ezasekuhlaleni

UVALIWE UHOLA WENDLELA N2, MTHATHA

April 19, 2024

MTHATHA- Uhola wendlela uN2 kude kufuphi naseMthatha kwihlathi laseQunu uvaliwe, oku kuza emveni kokuba kukho udushe olwenzekayo. Amagosa onyanzeliso mthetho alapho ukuze achithe nenginginya yabaqhankqalazi.

Abaqhubi bezithuthi kubongozwa abaya ngaseMthatha okanye ngaseMonti basebenzise indlela uR61 ukuze bangalibaziseki.

19 Tshazimpuzi 2024

Ungathanda kwakhona

BATSHE BALITHUTHU ABANTWANA NO NINA

June 25, 2024

IXHEGO ELIFINCA IMINYAKA ENGAMA-72 LIPHUMILE ETYOTYOMBENI

May 16, 2024

KUSWELEKE UMKHWETHA E-GCUWA NGEXA YONXANO

June 16, 2024

LINDABA ZAMVA

ILIWA LIBHEKE UMOYA KWABATYHOLWA NGOBUQHETSEBA
Iindaba

ILIWA LIBHEKE UMOYA KWABATYHOLWA NGOBUQHETSEBA

October 24, 2024
BUFFALO CITY METRO EMBROILED IN SECURITY SCANDAL
Iindaba

BUFFALO CITY METRO EMBROILED IN SECURITY SCANDAL

October 24, 2024
BAZAKUNQANDWA ZIINKWENKWEZI ABA
Ezolonwabo

BAZAKUNQANDWA ZIINKWENKWEZI ABA

September 13, 2024
UCACISWA MAHASHE UQHAKAZISA IGAMA LAKHE KWEZOLIMO
Ezasekuhlaleni

UCACISWA MAHASHE UQHAKAZISA IGAMA LAKHE KWEZOLIMO

September 12, 2024
INTWAZANA YASE NGQELENI IZENZELA IGAMA KWICANDELO LOKUFOTA
Ezolonwabo

INTWAZANA YASE NGQELENI IZENZELA IGAMA KWICANDELO LOKUFOTA

September 11, 2024
KURHANELEKA UKUBA UMTSHISE NGE ‘ACID’
Ezasekuhlaleni

KURHANELEKA UKUBA UMTSHISE NGE ‘ACID’

September 6, 2024

Qhagamshelana nathi
Copyright © 2025 ECape Daily News. All rights reserved.