YIMIGQUTSUBA NEMIGQUTSUBANA, AMAQAQASHOLO NAMAQAQASHOLWANA
BIZANA- Kuqengqeleka iintsuku uluntu luxhentsa kwindlela uR394 odibanisa uhola wendlela uN2 xa usuka ePhakade kunye nakuR61 oseMagusheni, eBizana. Nangona singekaqiniseki
Read Morecommunity
BIZANA- Kuqengqeleka iintsuku uluntu luxhentsa kwindlela uR394 odibanisa uhola wendlela uN2 xa usuka ePhakade kunye nakuR61 oseMagusheni, eBizana. Nangona singekaqiniseki
Read MoreEMONTI- Ukunqongophala kwezakhono zengqesho kwimibutho yasekuhlaleni(Civil Society Organisations) kukhokhele ukuba umbutho iBeyond Zero ungenelele apho ebesingathe uqeqesho oluntsuku-ntathu kufundiswa ngezakhono
Read MoreXHORHA- Badele ingqele eqhaqhazelisa amazinyo abahlali beelali ezahlukeneyo eXhorha. Ababahlali badikwe zizithembiso ezingafezekiswayo, bathi yiminyaka becela ukwakhelwa indlela ngurhulumente wephondo
Read MoreMTHATHA- Namhlanje umhla wesibhozo kwinyanga kaTshazimpuzi 2024, kufunyenwe umzimba webhinqa unamanxeba wokubethwa ebunzi. Lo mzimba ubhaqwe undiza phezu kwamanzi kumlambokazi
Read MoreMAKHANDA- Ngomhla weshumi elinesine kweyoKwindla 2024, latshona emini ilanga kwiinkokheli eziphambili ze’Neighborhood Watch’ yaseMakhanda kunye nabaseki beqonga lezonxibelelwano i-‘Grahamstown Anti
Read MoreNQWEBA- IDolophu nebisaziwa njenge Kirkwood phantsi koMasipala wasekuhlaleni iSundays River Valley, litshintshiwe igama layo ngoku izokwaziwa njengeNqweba. Oku kuza emveni
Read MoreTSOLO – AmaPolisa wakuTsolo aziphica nasezicithini izidlwengu ezimbini(2) ezikwangababulali kummandla wakuTsolo kumganyana nje ongange 40km xa usuka ngaseMthatha. Ngamagqiyazana amathathu(3)
Read MoreKOMANI – Umama uNosipho Manyinyi(56) nosele esidla umhlala-phantsi uqhutywa luthando nentshisakalo yokukhathalela abantwana abangenamncedi. Uthatha abantwana abalahliweyo, abashiywe esibhedlele, abathunyelwa
Read MoreEMONTI – Namhlanje lusuku ekudala lujongwe ngamehlo abomvu nanjengo uBulelwa ‘Zahara’ Mkutukana ezakubekwa kumadlaka ooyise-mkhulu. ULumka Mkutukana ongusisi omdala kaZahara
Read MoreZAHARA – Ubuthunyiwe, wasebenza Uthwaxiwe, wanyamezela Ubiziwe, wasabela Ngoku uphumle Hamba ke ntombazana, hamba; Wavalwa umkhusane lwavalwa ucango Aphela amathemba
Read More