UKUNYOLUKA KUMENZE AQAMELE NGENQINDI
NQAMAKWE- USibahle Benya waseNqamakhwe uzokudontsa iminyaka emibini kwezimnyama. Oku kuza emveni kokuba uSibahle Benya egqumze abantu ebathengisela imisebenzi, ezenza umlawuli
Read Morecrime
NQAMAKWE- USibahle Benya waseNqamakhwe uzokudontsa iminyaka emibini kwezimnyama. Oku kuza emveni kokuba uSibahle Benya egqumze abantu ebathengisela imisebenzi, ezenza umlawuli
Read MoreTSOLO- Kukhale izulu lezandla kusapho olunye, kwasweleka abasithandathu(6) kwiziganeko ezahlukeneyo kuTsolo. Ngobusuku bangoMvulo kudutyulwe indoda eneminyaka angamashumi amane anesithathu(43), ngaphandle
Read MoreKWA-MQOMA- Inina ebeligqityelwe ubonwa lihamba ngeqegu lakwa Mercedes Benz, lifunyenwe liswelekile amapolisa abambe umntu omnye. Amapolisa ephondo leMpuma Koloni angqinile
Read MoreKWA-MQOMA- Amapolisa akwaMqoma(Bhofolo) aphanda ityala lokubalala, oku kuza emveni kokuba umzimba wenina ebelilahleke ufunyenwe ungcwatyiwe. Othethela abakwantsasana uLt. Koloneli Siphokazi
Read MoreQOBO-QOBO-Kutyholwa ukuba uye waqinelwa ngutoki wakhe emveni koko wazenzela kwintombi yakhe kulomhlaba uchumileyo. Yindoda eneminyaka angamashumi amane anesiXhenxe(47) ekurhaneleka ukuba
Read MoreMQANDULI- Ngomhla weshumi elinesibhozo kuCanzibe 2024, umfundi waseKSD TVET College eNtabozuko kwidolophu yaseXhorha ongumfana kurhaneleka ukuba nguye obuelele isinqanda-mathe sakhe
Read MoreMTHATHA- Ayikhange inyube nenye kwezinyubisayo inkundla yengingqi eMthatha, imgwebe izigwebo zobomi ezimbini wathi gca izisini ezimdaka ongumdlwenguli netutu lempundu. Ayiphelelanga
Read MoreMQANDULI- Zintlanu(5) iinkomo ezikhutshwe esibayeni kumtyanti kaSakhiwe Ngcwangu okwilali yakuMatshamba eMqanduli. Kubhaqwe iingcungela zeengcaphephe zamasela wemfuyo ezimbini. Ezinkunyevu zibhaqwe bubuxhaka-xhaka
Read MoreBHISHO- Obesisithethi kwiSebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Koloniuthiwe nqaku libutho lokhetshe elizinze eMonti, elibutho lijongene ncakasana nobuqotha-qikili bobuntu uSizwe Kupelo(47) ngezityholo
Read MoreEMONTI- UKhanyile Ntetho nobengumdlali webhola yomnyazi kutyholwa ngelithi udutyulwe wabulawa ngumqeqeshi wakhe emveni kokuba bebhiyozele impumelelo yeqela labo eMonti ngomhla
Read More