DIBANA NESITHALANDWE ESISAZE NGOBUSO SAKWA NOKHOLEJI
GCUWA- Oneminyaka elishumi elinesithoba(19) uOwami Ngqono ngoyena omcinci ekulindeleke ukuba athwese isidanga kwiDyunivesithi yaseFort Hare kwisizini yoKwindla 2024. UOwami uzokuthwesa
Read MoreGCUWA- Oneminyaka elishumi elinesithoba(19) uOwami Ngqono ngoyena omcinci ekulindeleke ukuba athwese isidanga kwiDyunivesithi yaseFort Hare kwisizini yoKwindla 2024. UOwami uzokuthwesa
Read MoreDIMBAZA- Umanejala kunye nepolisa elihezulu babandakanyeka kwisigigaba seDyunivesithi yaseFort Hare. Ngabantu abalishumi elinesihlanu(15) abajamelene namatyala obuqhetseba kunye norhwaphilizo kwidyunivesithi yaseFort
Read MoreDIKENI- Zizigila-mkhuba ezilishumi elinesihlanu(15) ezibanjiweyo ezinxulumene nokubulala kunye nokuzama ukubulala kwiDyunivesithi yaseFort Hare. Othethela inkonzo yesipolisa(SAPS) kuzwelonke uBrigadiya Athlenda Mathe,
Read MoreDUTYWA- Ophila nenkubazeko yobuchopho ugogeke zonke izihlahla zakhe. uKhanyisa Kufa(19) akakwazi ukusebenzisa izandla zakhe, kodwa lonto akhange imnqande ukuba abengowokuqala
Read MoreDIKENI- Intloko yeDyunivesithi yaseFort Hare(KwaNokholeji) uNjingalwazi Sakhela Buhlungu, uthi ukusukela ngoko kwabulawa unogada wakhe kwiinyanga ezilishumi elinesine(14) unyamezele izigrogriso, ezimgrogrisa
Read More