IDYUNIVESITHI KA XHAMELA IZOKUSINGATHA UTHWASO-ZIDANGA
WSU- Zizithwalandwe ezingama 5 043 nekulindeleke ukuba zithwase izidanga kwiDyunivesithi yaseWalter Sisulu(WSU), ukanti abo baphinde baqhubeka bezingela ezinye izidanga bangama
Read Moreeducation
WSU- Zizithwalandwe ezingama 5 043 nekulindeleke ukuba zithwase izidanga kwiDyunivesithi yaseWalter Sisulu(WSU), ukanti abo baphinde baqhubeka bezingela ezinye izidanga bangama
Read MoreDIKENI- Kwiminyaka emithathu edlulileyo uMnu Malinge Gqeba kunye nenkosikazi yakhe uNkszn Nokuzola Gqeba bathwese izidanga zabo zobugqirha kwidyunivesithi yaseFort Hare.
Read MoreCUMAKALA- Umbutho ojongene nezemfundo oxhasa ezemfundo nobizwa ngokuba yiNdakana Educational Support Initiative(NESI) waseCumakala ebambisene nenkampani iMthengenya & Associates lemibutho izama
Read MoreXESI- Unogada ogada kwiDyunivesithi yaseFort Hare ubephakathi kwezithwalandwe eDikeni naye eyokuzixozel’ umphini wumbi eyokulanda isidanga sakhe seHonours. UMnumzana Mpumelelo Pinini(52)
Read MoreNQWEBA- Nanjengoko umasipala eqweba amaqhinga okukhuthaza abafundi ukuba bahlale emasangweni esikolo ukwaqweba namaqhinga okwenza imfundo ibenomtsalane, emema abo bachaphazelekayo banolwazi
Read MoreXHORHA- Bekuyimiqodi, ingumMbo nomXesibe, izidwesha nezidwangube zomzi waseXhorha zincame imisebenzi ngeliyokubhiyozela abantwana kumnyhadala wokunxitywa kwamaqhina(Tie Ceremony). Ukutya bekudlal’ abantwana, amakhehle
Read MoreEMONTI- Isikolo samabanga aphakamileyo iSophathisane nesizinze eMonti kwilokishi yaseReeston sakhiwe ngokutsha, esisikolo savula iingcango ngonyaka ka2000. Ukuzokuthi ga ngoku ngabantwana
Read MoreNQWEBA- Ngabafundi bematriki okuqikelelwa ukuba bazokubangapha kwamakhulu amathathu(300) abaphuma kwizikolo zamabanga aphezulu, abazokubayinxalanye yomboniso womsebenzi(Career Expo) ozokube usingathwe ngumasipala wasekuhlaleni
Read MoreMTHATHA- Liya liqina nangakumbi ityala labafundisi-ntsapho besikolo samabanga aphezulu i-Attwell Madala High ezinze kwidolophu yaseMthatha. Nyakenye(2023) usihlalo wesigqeba solawulo lwesikolo
Read MoreCENTANE- Isikolo samabanga aphakamileyo iTyali nesikuCentane siginya abafundi abangapha kwewaka. INkulu Baphathiswa yephondo leMpuma Koloni uOscar Mabuyane ephelekwe ngumphathiswa wesebe
Read More