UNGAPHANGELA XA UNEBANGA LESIXHENXE(GRADE 9)
EZEMFUNDO- Kuzokukhutshwa izatifikethi zebanga lesixhenxe(Grade 9) kwizikolo eziliwaka kodwa lonto ayithethi ukuba abafundi bababone umnyango wokuphuma esikolweni. Isebe lezemfundo esisiseko
Read Moreeducation
EZEMFUNDO- Kuzokukhutshwa izatifikethi zebanga lesixhenxe(Grade 9) kwizikolo eziliwaka kodwa lonto ayithethi ukuba abafundi bababone umnyango wokuphuma esikolweni. Isebe lezemfundo esisiseko
Read MoreNGQELENI- Umfundisi-ntsapho wesikolo samabanga aphezulu i-Sandi SSS ekuMasipala waseNyandeni kwisithili saseO.R Tambo Coastal kutyholwa ukuba uyingombe yayeka isikolo intombazana. Ingxelo
Read MoreKWABHACA- Ngabafundi abangamashumi asixhenxe(70) abashiyeke bengodingindawo kwindawo yokuhlala abafundi kwisikolo saseMakaula Secondary, KwaBhaca. Ngumlilo obulwatyuza ngamandla nobashiye bengenakwanto ngaphandle kwezi
Read MoreWSU- Idini esandula ukwenyulwa kwicandelo lezonyango, impilo kunye nezenzululwazi kwidyunivesithi yaseWalter Sisulu(WSU) uNjingalwazi Wezile Chitha ungqinile ukuba iWSU, izama ngako
Read MoreDUTYWA- Ophila nenkubazeko yobuchopho ugogeke zonke izihlahla zakhe. uKhanyisa Kufa(19) akakwazi ukusebenzisa izandla zakhe, kodwa lonto akhange imnqande ukuba abengowokuqala
Read MoreDIKENI- Intloko yeDyunivesithi yaseFort Hare(KwaNokholeji) uNjingalwazi Sakhela Buhlungu, uthi ukusukela ngoko kwabulawa unogada wakhe kwiinyanga ezilishumi elinesine(14) unyamezele izigrogriso, ezimgrogrisa
Read MoreEZEMFUNDO- ISebe lezemfundo ephakamileyo likhabele ngaphandle iikholeji ezaziwayo; Damelin College, City Varsity, Lyceum College kunye neIcesa City Campus ngokusilela ekufakeni
Read MoreEZEMFUNDO – Ingaba zizokuvulwa nini izikolo ngonyaka ka2024? Izikolo kulindeleke ukuba zivulwe ngomhla weshumi elinesixhenxe(17) kweyoMqungu 2024 xakuqala ikota yokuqala.
Read More