ABANTWANA ABAPHAKATHI KWEMINYAKA 10-14 NGONINA
BHISHO- Ziintsanakazi ezithe kratya kwikhulu(100) eziphakathi kweminyaka elishumi(10) ukuya kwishumi elinesine(14) ezingo mama ephondweni jikelele. ISebe lezempilo eMpuma Koloni lityekeze
Read MoreHealth
BHISHO- Ziintsanakazi ezithe kratya kwikhulu(100) eziphakathi kweminyaka elishumi(10) ukuya kwishumi elinesine(14) ezingo mama ephondweni jikelele. ISebe lezempilo eMpuma Koloni lityekeze
Read MoreGQEBERHA- Isigulana sesibhedlele saseLivingstone eGqeberha, esineminyaka engama-68 nesiphazamisekileyo engqondweni sizijwile efesitileni ze sabhubha ngenjikalanga yangomhla wesibhozo kweyeKhala kule imiyo. Esisigulane
Read MoreEMONTI-Bamalunga nama-70 abantu baseMpuma Koloni abaza kuxhamla kuthotho lotyando lwe-urology, nanjengoko lo mmandla ujongene nokusilela kwezigulane ezimalunga nama-900 ezilindele olu
Read MoreQOBOQOBO- Kwinqanaba eliyimbali lokuphucula iinkonzo zezempilo eMpumaKoloni, iNkulumbuso yephondo uLubabaloOscar Mabuyane kunye noMphathiswa wesebe lezempilo ephondweni uNtandokazi Capa banikezele ngokusesikweni
Read MoreBHISHO- Iziko lezonyango kunye nenkonzo zezempilo kwidyunivesithi yaseWalter Sisulu(WSU) lityikitye isivumelwano sokusebenzisana nesebe lezeMpilo eMpuma Koloni, oku kuza emveni kokuba
Read MoreGCUWA- Oneminyaka elishumi elinesithoba(19) uOwami Ngqono ngoyena omcinci ekulindeleke ukuba athwese isidanga kwiDyunivesithi yaseFort Hare kwisizini yoKwindla 2024. UOwami uzokuthwesa
Read MoreWSU- Idini esandula ukwenyulwa kwicandelo lezonyango, impilo kunye nezenzululwazi kwidyunivesithi yaseWalter Sisulu(WSU) uNjingalwazi Wezile Chitha ungqinile ukuba iWSU, izama ngako
Read MoreBHISHO-Zintsuku zintandathu zingasasebenzi iimfono-mfono zonyango olungxamisekileyo kwaye ubomi bezigulane busemngciphekweni. Imizamo yabahlali iwa phantsi ngalo lonke ixesha bezama ukutsala umnxeba
Read MoreADELAIDE – UMthobeli ‘KCi’ August usweleke ngoLwesihlanu weveki ephelileyo esendlwini yakhe eRhawutini. Ngomso umhla wesithathu(03) kule yoMqungu uzakugaleleka umzimba wakhe
Read More